U-Nobuhle yintombi ethanda ukubukela ukubukela amanzi olwandle, uthanda udlala esantini noku mamela amaza
“kushushu, ndifuna uyobukela ulwandle.”, uNobuhle uyacinga.
“Mama! Mama!, ndicela siye ngaselwandle ilanga lishushu namhlanje.” uNobuhle ucela umama wakhe.
“kulungile, kodwa ke qala uvase amazinyo” atsho umama kaNobuhle ngoncumo.
uNobuhle uzele luvuyo abaleke asingisele ekamereni yakhe akhangele ilokhwe yakhe nomqwazi wokuzikhusela elangeni.
” Nobuhle khawulezisa lingekatshoni ilanga” mama kaNobuhle emkhwaza, “kuzofuneka sicele utata wakho asibalekise asise ngemoto”.
uNobuhle nabazali bakhe bafaka impahla neeIce cream emtoweni, utata wakhe uyaquba babekisa ngase lwandle.
U-Nobuhle ubaleka esantini ngovuya esondela ngase manzini, “ungangeni singekho kulo manzi ntombi yam” kutsho utata wakhe, “kulungile tata” ephendula uNobuhle.
Utata nomama kaNobuhle basondele emanzini olwandle bonke bafake iinyawo, uNobuhle ubona iifishi zihamba Phakathi kwenyawo zakhe, “Mama! Jonga iifishi” exhumaxhuma luvuyo!
“wamnkelekile kwikhaya lethu Nobuhle siyavuya ude wafika” kutsho ilizwi liphuma phantsi kwamanzi.
“Nobuhle! buya sizolungiselela ukugoduka” emkhwaza umama wakhe, “mama ifishi zindamnkele kudala zindilindile apha elwandle” esitsho ngeliziwe elonwabileyo uNobuhle
As the sun began to set, the sky turned pink and orange. Mama brought out a picnic basket filled with sandwiches and fruit. They all sat together, enjoying the delicious food and the beautiful view. Nobuhle felt grateful for the wonderful day she had with her family. She knew she would always remember this special trip to the beach.